1 Samuel 13:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza walinda imihla yasixe̔nxe, ixesha elimisiweyo ngu‐Samyali; kodwa u‐Samyali ebengekafiki e‐Gilegale; kanjalo abantu baciteka kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walinda iintsuku zasixhenxe, ngokwexesha elibe limisiwe nguSamuweli, akafika uSamuweli eGiligali; bamphalala abantu bemka kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walinda iintsuku zasixhenxe, ngokwexesha elimisiweyo likaSamuweli; ke uSamuweli akafikanga eGiligali; Baphalala abantu bemka kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Walinda iintsuku zasixhenxe, njengoko wayeyalelwe nguSamweli. Akafika yena uSamweli eGiligali. Amadoda kaSawule aya echithakala,