1 Samuel 14:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Saule wati ku‐Ahiya: Sondeza ityeya katixo. Ngokuba ityeya katixo ibiko ngeloxesha nosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi usawule kuAhiya, Zisa apha ityeya kaThixo; ngokuba ityeya kaThixo ibinoonyana bakaSirayeli ngaloo mini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi usawule kuAhiya, Zisa apha ityeya kaThixo; ngokuba ityeya kaThixo ibinoonyana bakaSirayeli ngaloo mini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USawule ubize umbingeleli uAbhiya, esithi: “Yiza netyesi kaThixo.” (Ngelo xesha yayikho kunye namaSirayeli.)