1 Samuel 14:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nawo onke amadoda abezimele entabeni yakwa‐Frayime, akuva ukuba ama‐Filistiya ebesaba, kwa wona ati nama ukuwalandela ekulweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwanamadoda onke akwaSirayeli, abezimele kweleentaba lakwaEfrayim, eva ukuba amaFilisti asabile, awalandela athana mbende nawo ekulweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwanamadoda onke akwaSirayeli, abezimele kweleentaba lakwaEfrayim, eva ukuba amaFilisti asabile, awalandela ekulweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amanye awayebhacele kweleentaba lakwaEfrayim, athi akuva ukuba amaFilistiya ayaswantsuliswa, abuya angenela, asukelisa.