1 Samuel 14:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Saule wati kuyehova, utixo ka‐Sirayeli: Nika iqashiso eliyinyaniso! Kwaye kuqashwa u‐Jonatane no‐Saule; kodwa abantu basinda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSawule kuYehova, Thixo kaSirayeli, velisa inyaniso.Kwathatyathwa ke uYonatan noSawule, basinda abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSawule kuYehova, uThixo kaSirayeli, Yenza amaqashiso. uSawule noYonatan babanjwa, kodwa amadoda asaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USawule ke wabhekisa kuNdikhoyo uThixo kaSirayeli, wathi: “Nceda undinike impendulo enyanisekileyo.” Kwafika impendulo, isalatha ityala kuJonatan kunye noSawule, umkhosi wona ungenatyala.