1 Samuel 14:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Saule: Qashisani pakati kwam no‐Jonatane unyana wam. Wayeqashwa u‐Jonatane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSawule, Yenzani amaqashiso kum noYonatan unyana wam. Kwathatyathwa ke uYonatan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSawule, Yenzani iqashiso phakathi kwam noYonatan unyana wam. Wabanjwa ke uYonatan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uqhube wenjenje uSawule: “Yalatha onetyala phakathi kwam nonyana wam uJonatan.” Kwalathwa uJonatan.