1 Samuel 14:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Saule wati: Utixo makenje njalo, alekele ukwenje njalo; ngokuba uya kufa ngenyaniso, Jonatane!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSawule, UThixo makenjenje kum, aqokele ukwenjenje;inene, ukufa uya kufa, Yonatan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uSawule wathi, uThixo makenjenje, aqokele ukwenjenje; inene, uya kufa, Yonatan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USawule uthe: “UThixo aze andigwebe mna lo ukuba andikubulali wena.”