1 Samuel 14:48 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesenza ngobuṙoti, wabeta ama‐Amaleki, wabahlangula o‐Sirayeli esandleni sabatimbi babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavelisa amandla, wawaxabela ama-Amaleki, wawahlangula amaSirayeli esandleni sabo babewaphanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahlanganisa umkhosi, wawaxabela ama-Amaleki, wawahlangula amaSirayeli esandleni sabo babewatshutshisa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayesilwa ngokukhalipha, wachitha nkqu nama-Amaleki. Wawahlangula amaSirayeli ekuhlaselweni ziintshaba zawo.