1 Samuel 14:51 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Kishe ebenguyise ka‐Saule; no‐Nere, uyise ka‐Abenere, ebengunyana ka‐Abiyeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyise kaSawule ubenguKishe; uNere, uyise ka-Abhinere, wayengunyana ka-Abhiyeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyise kaSawule ubenguKishe; uNere, uyise ka-Abhinere, wayengunyana ka-Abhiyeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UKishe uyise kaSawule kunye noNere uyise ka-Abhinere babengoonyana baka-Abhiyeli.