1 Samuel 14:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Jonatane wati: Bona ke, siya kugqita ukuya kulamadoda, sizibonakalise kuwo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYonatan, Yabona, siyaphumela, siya kulaa madoda, siya kuzibonakalisa kuwo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYonatan, Yabona, siya kuya kulaa madoda, sibonakale kuwo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kulungile ke,” kutsho uJonatan. “Masiwele siye kuwo amaFilistiya, aze asibone.