1 Samuel 15:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Samyali wati: Nxa ubumncinane emehlweni ako, aku njalo na ukuba waba yintloko yezizwe zo‐Sirayeli, nokuba uyehova wakutambisa ube ngukumkani pezu kwo‐Sirayeli?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSamuweli, Akubanga yintloko yezizwe zakwaSirayeli yini na, uzeyile wena? Wakuthambisa uYehova ukuba ngukumkani kumaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSamuweli, Akubekwanga yintloko yezizwe zakwaSirayeli yini na, ubusemncinane emehlweni akho? Wakuthambisa uYehova ukuba ube ngukumkani wakwaSirayeli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USamweli wathi: “Naxa wena wawuzibona uphantsi, kodwa wenziwa intloko yezizwe zakwaSirayeli. Wathanjiswa nguNdikhoyo ukuba ube ngukumkani wamaSirayeli,