1 Samuel 15:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa abantu bacapula kuwo amaxoba, igusha nenkabi, oko kunqabileyo pakati kwokulahlelwe ekutshatyalalisweni, ukuze babingele uyehova, utixo wako, e‐Gilegale.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Besuka abantu bathabatha emaxhobeni: impahla emfutshane, neenkomo, neyona inentlahla kwizinto ezisingelwe phantsi, ukuze babingelele kuYehova, uThixo wakho, eGiligali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa abantu bathabatha emhlambini weebhokhwe neenkomo ezithinjiweyo, ezona zibalaseleyo kwezo zaziqalekisiwe, ukuze babingelele ngazo kuYehova uThixo wakho eGiligali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke amajoni akazibulalanga ezona zintle iigusha neenkomo; eze nazo apha eGiligali, ukuza kwenzela uNdikhoyo uThixo wakho amadini.”