1 Samuel 15:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Saule wati ku‐Samyali: Ndonile; ngokuba ndigqitile umteto kayehova namazwi ako; ngokuba bendiboyika abantu, ndeva ilizwi labo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSawule kuSamuweli, Ndonile; ngokuba ndigqithile emthethweni kaYehova naselizwini lakho; kuba bendisoyika abantu, ndaphulaphula izwi labo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSawule kuSamuweli, Ndonile; ngokuba ndigqithile emthethweni kaYehova naselizwini lakho; kuba bendisoyika abantu, ndaphulaphula izwi labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uvakele selesithi uSawule kuSamweli: “Ndonile ngenene, kuba ndiphambukile kwilizwi likaNdikhoyo, ndayidela nemiyalelo yakho. Ndoyike umkhosi wam, ndenza ukuthanda kwawo.