1 Samuel 15:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako kaloku, ndixolele ke isono sam, uze ubuye nam, ukuba ndimbedeshe uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khawusixolele ngoko isono sam; buya nam, ndiye ndimnqule uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sixolele isono sam, ubuye nam, ukuze ndimnqule uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndincede undixolele isono sam, undikhaphe, ndiye kuqubuda kuNdikhoyo.”