1 Samuel 15:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Samyali wati ku‐Saule: Andiyi kubuya nawe: ngokokuba ulahlile ilizwi likayehova, kukona uyehova alahlile wena, ukuze ungabi ngukumkani pezu kwo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSamuweli kuSawule, Andiyi kubuya nawe; ngokuba ulicekisile ilizwi likaYehova, naye uYehova ukucekisile, ukuba ungabi kumkani kumaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSamuweli kuSawule, Andiyi kubuya nawe; ngokuba ulicekisile ilizwi likaYehova, naye uYehova ukucekisile, ukuba ungabi ngukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Hayi, andizi kuhamba nawe. Kaloku wena ulikhabile ilizwi likaNdikhoyo, naye ke uNdikhoyo ukukhiqile ekulawuleni,” utshilo uSamweli.