1 Samuel 15:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akujika u‐Samyali ukuba emke, wabamba isondo lengubo yake, lada laṙazuka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi akuthi guququ uSamuweli ukuba emke, wabamba isondo lengubo yakhe yokwaleka, lakrazuka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSamuweli akujika ukuba emke, wabamba ilaphu lengubo yakhe, yakrazuka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe gwiqi uSamweli, eza kumshiya apho. USawule yena wamthi hlasi ngesondo lengubo, yakrazuka.