1 Samuel 15:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanjako oyinyaniso ka‐Sirayeli akaxoki, akaguquki nokuguquka; ngokuba engengumntu, ukuba aguquke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo uQele-likaSirayeli akaxoki, akazohlwayi; ngokuba akangumntu ukuba azohlwaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo amandla kaSirayeli akaxoki, yaye abaguquki, kuba asingobantu ukuba baguquke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USimakade uThixo kaSirayeli akaxoki yena, yaye akaguquguquki. Kaloku akangomntu ulala neli avuke neli.”