1 Samuel 16:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Jese wadlulisa isixe̔nxe sonyana bake pambi kwo‐Samyali. Wayesiti u‐Samyali ku‐Jese: Uyehova akanyulanga aba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYese wagqithisa ke oonyana bakhe abasixhenxe phambi koSamuweli. Wathi uSamuweli kuYese, Aba uYehova akabanyulanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakhona uYese wabandulula oonyana bakhe abasixhenxe ukuba badlule phambi koSamuweli. Wathi uSamuweli kuYese, uYehova akamnyulanga lo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bada bosixhenxe oonyana bakaJese bagqithiswa phambi koSamweli, yena emana esithi: “Hayi, akatyunjwanga nguNdikhoyo.”