1 Samuel 16:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaza izicaka zika‐Saule zati kuye: Bona ke, umoya okohlakeleyo katixo uyakuzuma:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi abakhonzi bakaSawule kuye, Yabona, udandathekiswa ngumoya ombi ophuma kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bandula ke abakhonzi bakaSawule bathi kuye: “Yabona, udandathekiswa ngumoya ombi ophuma kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izicaka zakhe zathi kuye: “Uyabona, umoya ongalunganga ovunyelwe nguThixo uyakuthuthumbisa.