1 Samuel 16:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Davide weza ku‐Saule, wema pambi kwake; waza watandwa nguye kakulu, waba ngumtwali wake wezixo̔bo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza uDavide kuSawule, wema phambi kwakhe; wamthanda kakhulu, waba ngumphathi weentonga zakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza uDavide kuSawule, wema ngakuye, wamthanda kunene; waba ludibi lwezixhobo zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya kufika kwaSawule uDavide, waba sisicaka apho. Wathandwa kakhulu nguSawule uDavide, wada wenziwa umfana wokuphatha izikrweqe zikakumkani.