1 Samuel 16:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, bakungena, wambona u‐Eliyabe, wati: Okunene umtanjiswa wake upambi kwoyehova!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ekuzeni kwabo, wabona uEliyabhi, wathi, Inene, uphambi koYehova umthanjiswa wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekufikeni kwabo, wakhangela kuEliyabhi, wathi, Okunene, umthanjiswa kaYehova unaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakuba bezile edinini apho, wathi uSamweli akubona uEliyabhi unyana kaJese, wathetha yedwa esithi: “Inene, nanku umthanjiswa kaNdikhoyo emi phambi kwakhe.”