1 Samuel 16:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Jese wambiza u‐Abinadabi, wamdlulisa pambi kwo‐Samyali. Wayesiti: Uyehova akamnyulanga nalowo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYese wabiza uAbhinadabhi, wamgqithisa phambi koSamuweli.Wathi, Nalo uYehova akamnyulanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYese wabiza uAbhinadabhi waza wamvumela ukuba agqithe phambi koSamuweli. Wathi: uYehova akamnyulanga nalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJese ubize omnye unyana wakhe, uAbhinadabhi, wamgqithisa phambi koSamweli. USamweli wathi: “Hayi bo, nalo akafunwa nguNdikhoyo!”