1 Samuel 17:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako kwahlanganisana u‐Saule namadoda akwa‐Sirayeli, baya bati waca emhlanjeni wemikoba, bazicwangcisa ukulwa ngakuwo ama‐Filistiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USawule namadoda akwaSirayeli ahlanganisana, amisa entilini kaEla, akha uluhlu lokulwa ukuba awahlangabeze amaFilisti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSawule namadoda akwaSirayeli bahlanganisana, bamisa inkampu entlanjeni yoMfula kaElaa baza balwa imfazwe nxamnye namaFilisti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USawule namajoni amaSirayeli aya kudibanela entlanjeni ekuthiwa yeyom-oki, ayimisa apho eyawo ikampu, ema ngokwezintlu zawo, alungela idabi namaFilistiya.