1 Samuel 17:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza onke amadoda akwa‐Sirayeli, akubona londoda, abaleka ebusweni bayo, oyika kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Onke amadoda akwaSirayeli, akuyibona indoda leyo, asaba ebusweni bayo, oyika kunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Onke amadoda akwaSirayeli ayibona le ndoda, asaba ebusweni bayo yaye oyika kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ahlehla amaSirayeli akubona uGoliyati, agubha luloyiko.