1 Samuel 17:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Batsho abantu kuye njengelozwi, besiti: Kuya kwenziwa njalo kulondoda embulalayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathetha abantu kuye ngokwelaa lizwi, bathi, Uya kwenjiwa nje umntu ombuleleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baphendula abantu ngokwelo lizwi, bathi, Kuya kwenjiwa nje kuloo mntu umbuleleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamxelela yonke into eya kwenzelwa umntu onokuthi abulale uGoliyati.