1 Samuel 17:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Davide: Yinto nina endiyenzileyo kaloku? ilizwi belingenjalo na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDavide, Ndenzeni ngoku? Bendibuza nje kodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide, Ndenze ntoni na ngoku? Ngaba akukho sizathu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kowu! Sendenze ntoni ngoku? Uthetha ukuba andinakuba sabuza nokubuza oku?” kutsho uDavide.