1 Samuel 17:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Davide wati ku‐Saule: Makungawi intliziyo yomntu ngenxa yake; isicaka sako siya kuya silwe nalom‐Filistiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDavide kuSawule, Makungathambi ntliziyo yamntu ngenxa yakhe; umkhonzi wakho lo uya kuya alwe nalo mFilisti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide kuSawule, Makungathambi mntu ngenxa yakhe; umkhonzi wakho lo uya kuya alwe nalo mFilisti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wafika wathi uDavide kuSawule: “Mhlekazi, makungabikho bani unkwantyayo ngenxa yalaa mFilistiya! Mna mkhonzi wakho ndiza kuya kulwa naye.”