1 Samuel 17:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko u‐Saule wati ku‐Davide: Akungeye ngakuye lom‐Filistiya ukulwa naye; ngokuba wena ungumfana, kodwa yena uyindoda yokulwa kwa sebutsheni bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSawule kuDavide, Akunakuya kulo mFilisti ulwe naye;ngokuba usemncinane, abe yena eyindoda eqhele ukulwa kwasebuncinaneni bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSawule kuDavide, Akunako ukumhlasela laa mFilisti umlwe naye; ngokuba usengumfana, ukanti ubeyindoda elwayo kwasebuncinaneni bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uSawule wathi: “Ayingangawe into yokuya kulwa nalaa mFilistiya. Ùselula, kanti yena uqhelene nokulwa kwasebutsheni bakhe.”