1 Samuel 17:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati um‐Filistiya kanjako ku‐Davide: Yiza kum, ndandiya kunika inyama yako kuzo intaka zezulu, nakuzo izilo zasendle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi umFilisti kuDavide, Yiza kum apha, ndiyinike iintaka zezulu namarhamncwa asendle inyama yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi umFilisti kuDavide, Yiza kum apha, ndiyinike iintaka zezulu namarhamncwa asendle inyama yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Sondela, loo mzinjana wakho ndiwuphose kumaxhalanga namarhamncwa,” waqokela watsho.