1 Samuel 17:53 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwada usapo luka‐Sirayeli lwabuya ekugxotiseni ama‐Filistiya, lwapanga iminquba yawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babuya oonyana bakaSirayeli ekuwasukeleni ngokushushu amaFilisti, baziphanga iintente zawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babuya oonyana bakaSirayeli ekuwasukeleni amaFilisti, baziphanga iintente zawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukubuya kwawo ekusukeleni amaFilistiya, amaSirayeli aya kuthatha amaxhoba kwikampu yomkhosi wamaFilistiya.