1 Samuel 17:56 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati ukumkani: Buza wena ingunyana kabanina indodana le.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani, Buza ukuba ingunyana kabani na le ndodana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani, Niyabuza ukuba ngunyana kabani na lo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uSawule: “Hamba ubuzisa kaloku, siqonde ukuba ungunyana kabani laa mfana.”