1 Samuel 17:58 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Saule wati kuye: Ungunyana kabanina, mfanandini? Wayesiti u‐Davide: Ndingunyana wesicaka sako u‐Jese um‐Beteleheme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSawule kuye, Ungunyana kabani na, mfanandini? Wathi uDavide, Ndingunyana womkhonzi wakho, uYese waseBhetelehem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSawule kuye, Ungunyana kabani na, mfanandini? Waphendula uDavide, wathi, Ndingunyana womkhonzi wakho uYese waseBhetelehem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USawule wambuza wathi: “Uyinto kabani, mfo wam?” Wathi uDavide: “Ndingunyana wesicaka sakho uJese waseBhetelehem.”