1 Samuel 17:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ingalwa nam, indibulale, sesiya kuba zizicaka zenu; kodwa ukuba ndiyoyisa yona, ndiyibulale, seniya kuba zizicaka zetu, nisikonze.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ithe yanako ukulwa nam, yandibulala, soba ngabakhonzi kuni; ukuba ndithe ndayeyisa mna, ndayibulala, noba ngabakhonzi kuthi, nisikhonze.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ithe yanako ukulwa nam, yandibulala, soba ngabakhonzi kuni; ukuba ndithe ndayoyisa mna, ndayibulala, noba ngabakhonzi kuthi, nisikhonze.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba indoyisile yandibulala, soba zizicaka zenu thina. Xa indim owoyisileyo, nina noba zizicaka zethu.