1 Samuel 19:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WADA u‐Saule wateta ku‐Jonatane unyana wake, nakuzo zonke izicaka zake, ukuba bamfise u‐Davide. Kodwa u‐Jonatane, unyana ka‐Saule, wakoliswa ngu‐Davide kakulu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha uSawule kuYonatan unyana wakhe, nakubakhonzi bakhe bonke, ukuba bambulale uDavide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha uSawule kuYonatan, unyana wakhe, nakubakhonzi bakhe bonke, ukuba bambulale uDavide.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uSawule waxelela unyana wakhe uJonatan kunye namaphakathi akhe ukuba uDavide makabulawe. Phofu uJonatan wayevana kakhulu noDavide.