1 Samuel 19:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Davide wesaba, wasinda, weza ku‐Samyali e‐Rama, wamxelela konke abekwenzelwe ngu‐Saule. Wahamba yena no‐Samyali, baya bahlala e‐Nayote.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ebalekile uDavide, wasinda, waya kuSamuweli eRama, wamxelela konke abekwenzile uSawule kuye. Wahamba yena noSamuweli, bahlala eNayoti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ebalekile uDavide, wasinda, waya kuSamuweli eRama, wamxelela konke abekwenzile uSawule kuye. Wahamba ke yena noSamuweli, baya bahlala eNayoti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide wabalekela kuSamweli eRama, wamchazela ngazo zonke izinto uSawule amenze zona. Banduluka apho uSamweli kunye noDavide, baya kuhlala eNayoti.