1 Samuel 19:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza waya kona e‐Nayote ngase‐Rama; wati umoya katixo wabako napezu kwake, wahamba, wamana eprofitesha, wada wafika e‐Nayote ngase‐Rama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya khona eNayoti ngaseRama, uMoya kaThixo wamfikela naye; wahamba ehamba eprofeta, wada wafika eNayoti ngaseRama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waya apho uNayoti eRama, yaye umoya kaThixo waba phezu kwakhe, yaye waqhubeka eprofeta de waya kufika eNayoti eRama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe esendleleni eya apho, naye wafikelwa nguMoya kaThixo, waza wahamba eshumayela yonke loo ndlela isinga eNayoti.