1 Samuel 19:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
sendiya kupuma mna, ndime ngasesandleni sobawo endle, apo wena ukona; ndandiya kuteta kubawo ngawe; nento endiyibonayo, ndoyixela kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndiya kuphuma, ndime ngasecaleni likabawo endle, apho ukhona, ndithethe kubawo ngawe, ndikubone oko aya kukuthetha, ndikuxelele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndiya kuphuma ndime nobawo endle, apho ukhona, ndithethe ngawe kubawo; kwaye endikubonayo ndiya kukuxelela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndiza kuya nobawo apho endle, ndifike ndime naye kuloo ndawo uzimele kuyo, ndithethe ngawe kuye. Ukuba ndive nto yimbi, ndobe ndikwazise.”