1 Samuel 19:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Jonatane wambiza u‐Davide; wati u‐Jonatane wamxelela lamazwi onke. Waza u‐Jonatane wamzisa u‐Davide ku‐Saule, owabako ebusweni bake njengapambili.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYonatan wambiza uDavide; uYonatan wamxelela la mazwi onke.UYonatan wamzisa uDavide kuSawule; waba phambi kwakhe, njengangaphambili.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYonatan wambiza uDavide, uYonatan wamxelela la mazwi onke. uYonatan wamzisa uDavide kuSawule, wahlala ecaleni kwakhe njengangaphambili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko ke uJonatan wambiza uDavide, wamchazela ngengxoxo yakhe noyise. Ukusuka apho waya naye kuSawule, waza ke uDavide wabuyiselwa kwasesikhundleni sakhe komkhulu.