1 Samuel 19:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabuya kwabako imfazwe: wandula wapuma u‐Davide walwa nama‐Filistiya, wawabulala ngesibulalo esikulu; ada abaleka ebusweni bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabuya yabakho imfazwe; waphuma uDavide, walwa namaFilisti, wawabulala kakhulu; asaba phambi kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabuya kwabakho imfazwe, waphuma uDavide, walwa namaFilisti, wawabulala kakhulu; asaba ebusweni bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwabuya kwavuka imfazwe kwakhona phakathi kwamaSirayeli namaFilistiya. Wabuya wawahlasela uDavide, wawabetha ee qhu saa.