1 Samuel 2:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba lowamntu wati kuso: Mabagqibele ukutshisa inqata kaloku nje, wandule uzitabatele njengokukanuka kwompefumlo wako; sandula sati kuye: Hai, uya kunika ngoku; nokuba akuyi kwenje njalo, ndoyisusa ngamandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi umntu lowo akuthi kuye, Kuya kuqhunyiselwa inene ngamanqatha kwangoku, wandule ke uzithabathele, njengoko umphefumlo wakho unqwenela ngako: athi yena, Hayi, ndinike ngoku; ukuba akundiniki, ndoyithabatha ngamandla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe umntu kuye, Mayingabi namanqatha ngoku, wandule ke uzithabathele, njengoko unqwenela ngako umphefumlo wakho; wathi kuye, Hayi; ke wena undinike ngoku; ukuba akunjalo, ndoyithabatha ngamandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba loo mntu uphendule wathi: “Kaloku kufuneka siqale sitshe siphele isiqhumiso samanqatha, wandule ukuthatha loo ndawo uyithandayo,” besisithi isicaka sombingeleli: “Hayi, ndinike ngoku; kungenjalo ndoyithatha ngetshova.”