1 Samuel 2:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo isono salomadodana besikulu kakulu ebusweni bukayehova; ngokuba abantu bebedela umnikelo wokudla kayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Saba sikhulu kunene isono samadodana phambi koYehova;ngokuba abantu bawudela umnikelo kaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoko isono saba bafana saba sikhulu kunene phambi koYehova; ngokuba abantu bawuthiyile umnikelo kaYehova;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esi sono soonyana bakaEli sokudela iminikelo sasisikhulu kakhulu emehlweni kaNdikhoyo.