1 Samuel 2:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula uyehova wakumbula u‐Hana, ukuba wakaula, wada wazala onyana abatatu nentombi ezimbini. Wati umntwana, u‐Samyali, wakula ngapambi kwoyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wamvelela uHana; wamitha, wazala oonyana abathathu, neentombi ezimbini. Yakhula inkwenkwe enguSamuweli ikuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wamvelela uAna, wamitha, wazala oonyana abathathu, neentombi ezimbini. Ke inkwenkwe uSamuweli yakhula phambi koYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ngenene wamvelela uHana, waza wamitha, wazala abanye oonyana abathathu kunye neentombi ezimbini. Yona inkwenkwe uSamweli yakhulela kwaNdikhoyo.