1 Samuel 2:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo: Yinina ukuba nenze izinto ezinjalo? ngokuba ndisiva imikwa yenu ekohlakeleyo ngabo bonke ababantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Yini na ukuba nenze izinto ezinjengezi? Kuba izenzo zenu ezibi ndiziva ngaba bantu bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Yini na ukuba nenze izinto ezinjengezi? Ngokuba ndivile ububi bakho kubo bonke aba bantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabakhalimela wathi: “Yeyantoni le ntlondi niyenzayo ebaliswa ngabantu bonke!