1 Samuel 2:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai, bonyana bam! ngokuba zingezizo indaba ezilungileyo endizivayo; niyenza ukuba abantu bakayehova bagqite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hayi, nyana bam; ngokuba asiludaba luhle olu ndiluvayo mna;nibanga ukuba abantu bakaYehova bagqithise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hayi, nyana bam; kuba asinto ilungileyo endiyivayo: nibangela ukuba abantu bakaYehova baphule umthetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi, bantwana bam, imbi le nto endiyiva ithethwa ngani ngabantu bakaNdikhoyo!