1 Samuel 2:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kubona imbandezeko yentlalo ka‐Tixo, endaweni yako konke okulungileyo abeya kukwenza ko‐Sirayeli; kwaye kungayi kubako indoda endala kuyo indlu yako napakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukubone ukubandezelwa kwekhaya lam ezintweni zonke uThixo aya kuwenzela okulungileyo ngazo amaSirayeli; kungabikho ngwevu endlwini yakho imihla yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndibone ndisekhaya kubo bonke ubutyebi aya kubunika uSirayeli uThixo; kungabikho ngwevu endlwini yakho ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kubona imbandezelo endaweni yam, naxa amanye amaSirayeli aya kuba nempumelelo. Ewe, akusayi kubuya kubekho nkonde kowenu.