1 Samuel 2:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ababehluti baziqashisele isonka, nabo balambayo bapelile; kwada kwazala udlolo abasixe̔nxe, nobenabantwana abaninzi wabuna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abahluthiyo baziqeshisela isonka, Abalambileyo baza kuphela ukulamba, Ade nongazaliyo azale isixhenxe, Onabantwana abaninzi antshwenye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abahluthiyo bezithengisa ngesonka; Bathi ke abalambileyo bayeka, bazala abasixhenxe babeludlolo; waza ke yena unabantwana abaninzi waba buthathaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izihluthi zijika zibe ngabangqibi, izilambi zidlokove yintlutha. Usitshw' isixhenxe umfaz' ongazaliyo, az' ozalayo asal' ejijitheka.