1 Samuel 20:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Davide wati ku‐Jonatane: Ngubanina oya kundixelela, ukuba uyihlo uka akupendule into ngobulukuni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDavide kuYonatan, Hi, ukuba uyihlo ukuphendule kalukhuni, ndoxelelwa ngubani na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide kuYonatan, Ngubani na oya kundixelela ezi zinto? okanye kuthekani ukuba uyihlo ukuphendule ngelizwi elikhulu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngubani kakade owondazisa xa uyihlo ekuphendule kalukhuni?” wabuza uDavide.