1 Samuel 20:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo akuyi kundenzela ububele bukayehova nxa ndisahleli kupela, ukuze ndingafi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wanga ungathi, ukuba ndisaphilile, undenzele inceba kaYehova;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aniyi kundenzela nceba uYehova ndisadla ubomi nje, ukuze ndingafi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba mna ndisaphila, uze uthembeke kum oku kukaNdikhoyo, kodwa xa ndithe ndafa,