1 Samuel 20:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa akuyi kunqamla ububele bako kuyo indlu yam kude kube ngunapakade; hai, nanxa uyehova anqamlile intshaba zika‐Davide zonke ebusweni bomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ungathi, ndakufa, uyinqumle inceba yakho endlwini yam nanini, ungenjenjalo nasekuzinqamleni kukaYehova iintshaba zikaDavide zonke ngazinye, ebusweni bomhlaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ubabalo lwakho aluyi kucima endlwini yam ngonaphakade;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uze uhlale unaloo ntembeko kusapho lwam ngalo lonke ixesha, naxa uNdikhoyo selezitshabalalisile iintshaba zakho kulo lonke ihlabathi.”