1 Samuel 20:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela u‐Jonatane ukumfungisa u‐Davide, ngenxa yokumtanda kwake; ngokuba ebemtanda ngokutanda kwompefumlo wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphinda uYonatan ukumfungisa uDavide ngokumthanda kwakhe;ngokuba ebemthanda njengomphefumlo wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphinda uYonatan ukumfungela uDavide ngokumthanda kwakhe, ngokuba ebemthanda njengomphefumlo wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJonatan wabuya wamfungisa uDavide ukuba amthande, kuba yena wayemthanda uDavide ngomphefumlo wakhe wonke.