1 Samuel 20:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Jonatane wati ku‐Davide: Ngomso inyanga iya kutwasa; kwakuya kubonwa ukuba akuko, ngokuba isihlalo sako soba zé.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYonatan wathi kuye, Ngomso iya kuthwasa inyanga; uya kubuzwa, ngokuba isihlalo sakho siya kuba sodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYonatan kuDavide, Ngomso iya kuphuma inyanga, usweleke, ngokuba isihlalo sakho siya kuba sodwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uqhube wathi uJonatan: “Ngomso sisidlo sokuthwasa kwenyanga, yaye kuza kubonakala ukuba akukho. Kaloku indawo yakho iya kuba ingenamntu.